ISityhilelo 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko chulumancani, nina mazulu nani nihlala kuwo!+ Yeha+ kuwo umhlaba nakulo ulwandle,+ ngenxa yokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi ukuba ixesha analo lifutshane.”+
12 Ngoko chulumancani, nina mazulu nani nihlala kuwo!+ Yeha+ kuwo umhlaba nakulo ulwandle,+ ngenxa yokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi ukuba ixesha analo lifutshane.”+