Daniyeli 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Zona ke iimpondo ezilishumi ngookumkani abalishumi abaya kuvela kobo bukumkani;+ yaye kuya kuvela omnye emva kwabo; yena uya kwahluka kwabo bokuqala,+ aze oyise ookumkani abathathu.+ ISityhilelo 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza ndabona elinye irhamncwa+ linyuka liphuma emhlabeni,+ yaye lalineempondo ezimbini njengemvana, kodwa laqalisa ukuthetha njengenamba.+
24 Zona ke iimpondo ezilishumi ngookumkani abalishumi abaya kuvela kobo bukumkani;+ yaye kuya kuvela omnye emva kwabo; yena uya kwahluka kwabo bokuqala,+ aze oyise ookumkani abathathu.+
11 Ndaza ndabona elinye irhamncwa+ linyuka liphuma emhlabeni,+ yaye lalineempondo ezimbini njengemvana, kodwa laqalisa ukuthetha njengenamba.+