INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu. ISityhilelo 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Unoyolo+ lowo uwafunda ngokuvakalayo+ nabo bawevayo amazwi esi siprofeto,+ nabazigcinayo izinto ezibhaliweyo kuso;+ kuba ixesha elimisiweyo likufuphi.+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
3 Unoyolo+ lowo uwafunda ngokuvakalayo+ nabo bawevayo amazwi esi siprofeto,+ nabazigcinayo izinto ezibhaliweyo kuso;+ kuba ixesha elimisiweyo likufuphi.+