Daniyeli 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Zona ke iimpondo ezilishumi ngookumkani abalishumi abaya kuvela kobo bukumkani;+ yaye kuya kuvela omnye emva kwabo; yena uya kwahluka kwabo bokuqala,+ aze oyise ookumkani abathathu.+ ISityhilelo 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Iimpondo ezilishumi ozibonileyo zithetha ookumkani abalishumi,+ abangekafumani bukumkani, kodwa bathi bafumane igunya njengookumkani ilixa elinye kunye nerhamncwa.
24 Zona ke iimpondo ezilishumi ngookumkani abalishumi abaya kuvela kobo bukumkani;+ yaye kuya kuvela omnye emva kwabo; yena uya kwahluka kwabo bokuqala,+ aze oyise ookumkani abathathu.+
12 “Iimpondo ezilishumi ozibonileyo zithetha ookumkani abalishumi,+ abangekafumani bukumkani, kodwa bathi bafumane igunya njengookumkani ilixa elinye kunye nerhamncwa.