Yoshuwa 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+ IMizekeliso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+ Yeremiya 51:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ziphakamiseleni umqondiso iindonga zaseBhabhiloni.+ Qinisani ukulinda.+ Misani abalindi. Lungisani abo balalelayo.+ Kuba uYehova uyile ingcinga yaye ngokuqinisekileyo uya kukwenza oko akuthethileyo nxamnye nabemi baseBhabhiloni.”+
20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+
21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+
12 Ziphakamiseleni umqondiso iindonga zaseBhabhiloni.+ Qinisani ukulinda.+ Misani abalindi. Lungisani abo balalelayo.+ Kuba uYehova uyile ingcinga yaye ngokuqinisekileyo uya kukwenza oko akuthethileyo nxamnye nabemi baseBhabhiloni.”+