1 Samuweli 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Bavuka ekuseni baqubuda kuYehova, emva koko babuyela endlini yabo eRama.+ UElikana wabelana ngesondo noHana umfazi wakhe, waza uYehova wamkhumbula.+ 1 Samuweli 7:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 USamuweli waba yijaji kwaSirayeli ubomi bakhe bonke.+ 1 Samuweli 7:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa wayephinda abuyele eRama,+ kuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba yijaji yamaSirayeli nalapho. Wakhela uYehova isibingelelo apho.+
19 Bavuka ekuseni baqubuda kuYehova, emva koko babuyela endlini yabo eRama.+ UElikana wabelana ngesondo noHana umfazi wakhe, waza uYehova wamkhumbula.+
17 Kodwa wayephinda abuyele eRama,+ kuba indlu yakhe yayilapho, yaye waba yijaji yamaSirayeli nalapho. Wakhela uYehova isibingelelo apho.+