INdumiso 145:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYehova mkhulu, ngoyena ufanele adunyiswe;+Ubukhulu bakhe abunakuqondwa.+ 1 Timoti 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ nonguThixo yedwa,+ makanikwe imbeko aze azukiswe ngonaphakade kanaphakade. Amen.
17 UKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ nonguThixo yedwa,+ makanikwe imbeko aze azukiswe ngonaphakade kanaphakade. Amen.