INdumiso 146:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYehova uza kuba nguKumkani ngonaphakade,+UThixo wakho Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana. Dumisani uYa!* 1 Timoti 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ nonguThixo yedwa,+ makanikwe imbeko aze azukiswe ngonaphakade kanaphakade. Amen.
10 UYehova uza kuba nguKumkani ngonaphakade,+UThixo wakho Ziyon, kwizizukulwana ngezizukulwana. Dumisani uYa!*
17 UKumkani kanaphakade,+ ongenakonakala,+ nongabonakaliyo,+ nonguThixo yedwa,+ makanikwe imbeko aze azukiswe ngonaphakade kanaphakade. Amen.