IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 107:6, 7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Babehlala bekhala kuYehova besentlungwini;+

      Wabasindisa kwiingxaki zabo.+

       7 Wabahambisa kwindlela efanelekileyo,+

      Ukuze bafike kwisixeko ababenokuhlala kuso.+

  • Isaya 11:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Kuza kubakho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya abaza kuhamba kuwo abantu bakhe abashiyekileyo,+

      Njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini awaphuma ngayo ezweni laseYiputa.

  • Isaya 40:3, 4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 Nalo ilizwi livakala entlango lisithi:

      “Vulelani uYehova indlela!+

      Yenzelani* uThixo wethu uhola wendlela+ othe tye, onqumla entlango.+

       4 Mazinyuswe zonke iintlambo,

      Kuthotywe zonke iintaba neenduli.

      Umhlaba onamatye mawugudiswe,

      Nomhlaba ongamaxethuka ube lithafa elisentlanjeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share