IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:25
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 25 Ndakha ndangumfana, ngoku ndimdala,

      Kodwa andikamboni umntu olilungisa elahliwe,+

      Okanye abantwana bakhe bedinga isonka.*+

  • IMizekeliso 30:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  8 Kususele kude lee kum ukungabi nanyani nokuxoka.+

      Ungandiniki buhlwempu nabutyebi.

      Ndiyeke nje nditye ukutya okundilingeneyo,+

  • Mateyu 6:34
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 34 Ngoko ke, ningaze nixhalele ingomso,+ kuba ingomso liza kuba namaxhala alo. Usuku ngalunye luneengxaki ezilulingeneyo.

  • 1 Timoti 6:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Ukuba sinokutya* nento yokunxiba,* masaneliswe zezo zinto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share