Iziqulatho
December 8, 2000
Iingxaki Zabantwana—Sada Savela Isicombululo Ekugqibeleni!
Abantwana abaninzi abathandwa yaye abafunwa. Izigidi ngezigidi zabo zingamahlwempu yaye zifa ngaphambi kwexesha nyaka ngamnye. Ngaba iimfuno zabo ziya kuze zaneliswe?
3 Iphulo Elingapheliyo Lokufuna Izicombululo
6 Abantwana Bafanele Bazive Befunwa Yaye Bethandwa
10 Sada Savela Isicombululo Ekugqibeleni!
16 Ukujamelana Neengxaki Zedlala Lesinyi
28 Ukuba Nethemba Phezu Kwako Nje Ukugula
32 Isalathiso
Yintoni Eyabangela Ukuba Utata Asishiye? 13
Kutheni abanye ootata beshiya iintsapho zabo? Abantwana banokujamelana njani nale ntlungu?
Ukujamelana Neemvavanyo Ngamandla KaThixo 20
AmaKristu aseUkraine ajamelana neemvavanyo ngoxa yayiseyinxalenye yeSoviet Union. Funda ngezi mvavanyo nendlela amaKristu ajamelana ngayo nazo.