Iziqulatho
Agasti 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
KWELI PHEPHANCWADI
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
ULUTSHA LUYABUZA . . .
Kutheni Ndizisika?
Intombazana egama linguJerrine ithi: “Qho xa ndizisika, iba ngathi ndindodwa, yaye iba ngathi zimkile ezo ngxaki.” Ulutsha oluninzi lunengxaki yokuzisika. Kutheni kunjalo? Ngaba kukulandela nje isininzi? Ukuba nawe unalo mkhwa, unokuncedakala njani?
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)