Iziqulatho
Disemba 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba Unokuwathemba Amajelo Eendaba?
IPHEPHA 4-7
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
Funda indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo imibuzo yabantu abaselula. Nanga amanye amanqaku:
• “Ndenze Ntoni Xa Ndihletywa?”
• “Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?”
Funda indlela iBhayibhile enokubanceda ngayo abafikisayo ukuba bamelane neengxaki zobomi.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)