Iziqulatho
Oktobha 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania.
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
Funda indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo imibuzo yabantu abaselula. Nanga amanye amanqaku:
• “Ndiza kwenza ntoni xa ndihlutshwa ngabanye?”
• “Ngaba Ndisoloko Ndicinga Ngendlela Endikhangeleka Ngayo?”
• “Kuthekani Ukuba Ndiyagula?”
Bukela ividiyo ethi “Oko Kuthethwa Lolunye Ulutsha Ngenkangeleko Yalo.”
Funda indlela iBhayibhile enokubanceda ngayo abafikisayo ukuba bamelane neengxaki zobomi.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)