Iziqulatho
Septemba 15, 2010
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Oktobha 25-31, 2010
Yifune Ngenyameko Intsikelelo KaYehova
IPHEPHA 7
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 95 [136], 38 [103]
Novemba 1-7, 2010
Unqulo Lokwenyaniso Lubonakala Ngomanyano
IPHEPHA 12
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 20 [28], 121 [135]
Novemba 8-14, 2010
Ukumanyana KwamaKristu Kuzukisa UThixo
IPHEPHA 16
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 119 [220], 73 [115]
Novemba 15-21, 2010
IPHEPHA 21
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 84 [156], 25 [200]
Novemba 22-28, 2010
Inkokeli Yethu Ixakekile Nanamhlanje
IPHEPHA 25
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 120 [139], 98 [133]
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 1 IPHEPHA 7-11
Abakhonzi bakaThixo bafuna intsikelelo yakhe ukuze bakwazi ukufikelela imilinganiselo yakhe yobulungisa. Nguwuphi umgudu ekufuneka bewenzile? Umoya oyingcwele kaYehova unokusinceda njani soyise naluphi na ucelomngeni esinokujamelana nalo?
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 2, 3 IPHEPHA 12-20
La manqaku aza kusinceda siqonde indlela ekulunge nekuthandeka ngayo ukuba abazalwana bahlale ndawonye ngomanyano. Siza kubona isizathu sokuba inguYehova kuphela onokumanyanisa abantu bazo zonke iintlanga. Emva koko siza kuqwalasela indlela esinokuf’ isandla ngayo sonke kumanyano lwebandla ukuze kuzukiswe uThixo.
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 4, 5 IPHEPHA 21-29
La manqaku mabini aza kusinceda siqonde ngakumbi indlela uKristu, uKumkani wethu wasezulwini, asikhokela ngayo. Uyakubona oko kwenzeka kwibandla ngalinye labafundi bakhe emhlabeni namahlanje.
KWAKULE NKUPHO:
Ukukhonza Ngexesha Lolwando Olumangalisayo 3
Iphulo Elikhethekileyo EBulgaria Liyaphumelela 30