Iziqulatho
Februwari 15, 2011
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Aprili 4-10, 2011
Umoya Oyingcwele—Wasetyenziswa Xa Kudalwa!
IPHEPHA 6
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 110, 112
Aprili 11-17, 2011
Ukukholisa UThixo Kukhokelela Kubomi Obungunaphakade
IPHEPHA 13
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 106, 51
Aprili 18-24, 2011
Buthande Ubulungisa Ngentliziyo Yakho Yonke
IPHEPHA 24
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 22, 40
Aprili 25, 2011–Meyi 1, 2011
Ngaba Ukuthiyile Ukuchas’ Umthetho?
IPHEPHA 28
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 61, 120
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 1 IPHEPHA 6-10
Iingongoma ezixutyushwa kweli nqaku ziza kusenza siyiqonde nangakumbi indlela uThixo awasebenzisa ngayo umoya oyingcwele wakhe ukuze adale amazulu nomhlaba. Esi sifundo siya kusenza seyiseke nangakumbi ukuba uYehova unguMdali wethu olumkileyo nonamandla.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 2 IPHEPHA 13-17
Ngokuqhelekileyo abantu baye bazixhalabise ngokuba nezinto eziphathekayo. Kodwa iBhayibhile ibonisa ukuba eyona nto sifanele siyixhalabele kukukholisa uThixo. Eli nqaku libethelela imfuneko yokuba sikholose ngoYehova yaye likwasibonisa izinto esifanele sizenze ukuze siqiniseke ukuba uyakholiswa sithi.
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 3, 4 IPHEPHA 24-32
‘UYesu wabuthanda ubulungisa, waza wakuthiya ukuchas’ umthetho.’ (Heb. 1:9) La manqaku abonisa indlela esinokumxelisa ngayo. Achaza isizathu sokuba kubalulekile ukuba sifunde ukuthanda ubulungisa nokuthiya ukuchas’ umthetho.
KWAKULE NKUPHO
3 Fundisa Abantwana Bakho Ukuba Nembeko
18 Ngaba Ngokwenene Uyazixabisa Iintsikelelo Ozifumeneyo?
21 “Ukuthobela Kulunge Ngakumbi Kunombingelelo”