Iziqulatho
Disemba 15, 2011
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI:
KaJanuwari 30, 2012–Februwari 5, 2012
Ngaba Ungumzekelo Omhle Kuwe Okanye Usisilumkiso?
IPHEPHA 8
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 61, 57
KaFebruwari 6-12, 2012
Kutheni Sifanele Sikhokelwe Ngumoya KaThixo?
IPHEPHA 13
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 71, 63
KaFebruwari 13-19, 2012
Abantu Abathembekileyo Bamandulo—Bakhokelwa Ngumoya KaThixo
IPHEPHA 18
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 81, 51
KaFebruwari 20-26, 2012
Ukukhokelwa Ngumoya KaThixo Ngenkulungwane Yokuqala Nanamhlanje
IPHEPHA 22
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 69, 122
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 1 IPHEPHA 8-12
Abanye abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni bangumzekelo omhle kuthi, kodwa baphinda babe sisilumkiso. Eli nqaku liza kusinceda sihlole uSolomon kuzo zombini ezi nkalo. Yintoni esinokuyifunda kuye enokusinceda siziphathe njengamaKristu?
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 2 IPHEPHA 13-17
Kukho umoya onamandla kwindalo yonke onokusikhokela ngempumelelo kweli hlabathi lingendawo. Uyintoni loo moya, kutheni sifanele sikhokelwe nguwo, yaye yintoni esinokuyenza ukuze siphenjelelwe nguwo ngokupheleleyo?
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 3, 4 IPHEPHA 18-26
Abakhonzi bakaThixo abaninzi ababephila ngexesha langaphambili babezaliswe ngumoya oyingcwele. Wawusebenza ngaziphi iindlela umoya kaThixo kubo? Ukufunda ngendlela uYehova awayebakhokela ngayo kuya kusikhuthaza kakhulu enkonzweni yethu.
KWAKULE NKUPHO
3 Ukwenza Uhlengahlengiso Kuye Kwandizisela Umvuzo
27 Musa Ukuvumela Ukugula Kukuhluthe Ulonwabo
32 Isalathiso Semibandela SeMboniselo Sowama-2011