IZaziso
◼ Umnikelo woncwadi ngoJuni: Oyena Mntu Ubalaseleyo Wakha Waphila ngomnikelo wee-R9,00. NgoJulayi: Nayiphi na kwezi ncwadana zinemifanekiso zilandelayo isenokusetyenziswa: Bunandiphe Ubomi Emhlabeni Ngonaphakade!, Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?, Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele?, Ngaba Ufanele Ukholelwe Kubathathu Emnye?, Urhulumente Oya Kuzisa IParadisi nethi “Uyabona, Izinto Zonke Ndizenza Ntsha,” ngomnikelo weesenti ezingama-90 inye. NgoAgasti nangoSeptemba: Unokuphila Ngonaphakade KwiParadisi Esemhlabeni ngomnikelo wee-R9,00. Ezincinane zii-R4,50.
◼ Umveleli owongamelayo okanye omnye owabelwe nguye ufanele ahlolisise ingxelo yemali yebandla ngoJuni 1 okanye ngokukhawuleza kangangoko kunokwenzeka emva koko. Yenza isaziso ebandleni xa oku kwenziwe.
◼ Iimpapasho Ezintsha Ezifumanekayo:
NgesiNgesi yenzelwe abangevayo: Ngaba Ngokwenene UThixo Usikhathalele? (Le mpapasho ibhalwe ngesiNgesi esilula ngokukhethekileyo ukwenzela abantu abangevayo.).