Iimbalasane Zentsimi
NgoNovemba iBotswana ifake ingxelo yabavakalisi abali-1 718, nto leyo ethetha ukuba kubekho ulwando lwesi-3 ekhulwini xa kuthelekiswa nonyaka odlulileyo. EMzantsi Afrika abavakalisi abangama-78 823 baqhube izifundo zeBhayibhile ezingama-96 314, ibe iyancomeka kakhulu loo nto.