Ucwangciso Lweveki KaMeyi 24
IVEKI EQALA NGOMEYI 24
Ingoma 37 (46)
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: 2 Samuweli 13-15
No. 1: 2 Samuweli 13:23-33
No. 2: Ngaba Imifanekiso Eqingqiweyo Inokusetyenziswa Njengamancedo Nje Ekunquleni UThixo Oyinyaniso? (rs iphe. 111 isiqe. 4-8)
No. 3: Isizathu Sokuba Singafanele Silisebenzise Ngokupheleleyo Ihlabathi (1 Kor. 7:31)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
Ingoma 128 (199)
5 imiz: Izaziso.
10 imiz: Lungiselela Ukuhambisa Amaphephancwadi KaJuni. Ingxubusho nabaphulaphuli. Sebenzisa umzuzu okanye emibini ugqabaze ngoko kuqulethwe ngala maphephancwadi. Emva koko khetha amanqaku amabini okanye amathathu, ucele abaphulaphuli bacebise imibuzo nezibhalo ezinokusetyenziswa ukutshayelela la maphephancwadi. Bonisa indlela yokuhambisa la maphephancwadi.
20 imiz: “Ubunokuba Nguvulindlela Ophum’ Izandla!” Ingxubusho yemibuzo neempendulo.
Ingoma 85 (221)