IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/11 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaNovemba 14

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaNovemba 14
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGONOVEMBA 14
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
km 11/11 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaNovemba 14

IVEKI EQALA NGONOVEMBA 14

Ingoma 49 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahlu. 12 ¶14-20 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: INtshumayeli 1-6 (10 imiz.)

No. 1: INtshumayeli 6:1-12 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Ukwanda Kokuchas’ Umthetho Kubonisa Ntoni?—rs iphe. 138 ¶4-iphe. 139 ¶1 (5 imiz.)

No. 3: Isizathu Sokuba AmaKristu Enyaniso Ethobela Isiluleko EsikumaRoma 12:19 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo

Ingoma 127

5 imiz: Izaziso.

15 imiz: Ngaba Ufumana Uvuyo ‘Kwilungelo Lokunikela Ngobubele’? Intetho enikelwa ngumdala esekelwe kwiMboniselo kaNovemba 15, 2011, iphepha 22-23.

15 imiz: “Imbewu Kufuneka Inkcenkceshelwe Ukuze Ikhule.” Imibuzo neempendulo. Emva kokuqwalasela isiqendu 3, yenza umboniso womvakalisi othetha yedwa elungiselela ukubuyela. Uhlolisisa amanqaku ebewabhalile ngokuphathelele ibuyelo elo acinga ngalo nendlela aza kuwuphendula ngayo umbuzo wexesha elidlulileyo nendlela aza kuqalisa ngayo isifundo esebenzisa incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile. Hlola ngokufutshane iphepha 85, isiqendu 3, sencwadi ethi Ulungelelwano ngokuphathelele indlela yokubuyela.

Ingoma 98 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share