IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/11 iphe. 3
  • Ucwangciso Lweveki KaNovemba 28

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaNovemba 28
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGONOVEMBA 28
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
km 11/11 iphe. 3

Ucwangciso Lweveki KaNovemba 28

IVEKI EQALA NGONOVEMBA 28

Ingoma 26 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahlu. 13 ¶8-16, ibhokisi ekwiphe. 105 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: INgoma yazo iiNgoma 1-8 (10 imiz.)

No. 1: INgoma yazo iiNgoma 1:1-17 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Kutheni AmaNgqina KaYehova Esithi Imihla Yokugqibela Yaqalisa Ngowe-1914?—rs iphe.140 ¶4–iphe.141 ¶3 (5 imiz.)

No. 3: Sinokuyizuza Njani Intlonipho Yabanye? (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 118

10 imiz: Izaziso. Usebenzisa umzekelo okwiphepha  4, bonisa indlela yokuqalisa isifundo seBhayibhile kuMgqibelo wokuqala kaDisemba. Bakhuthaze bonke ukuba babe nenxaxheba.

15 imiz: “Olona Phawu Lubalulekileyo LoMfundisi Olungileyo.” Imibuzo neempendulo. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela abancedwa ngayo benza inkqubela ngokomoya ngenxa yothando olwaboniswa ngabantu ababebafundela.

10 imiz: Lungiselela Ukuhambisa Amaphephancwadi NgoDisemba. Ingxubusho. Kangangomzuzu omnye okanye emibini yithi gqaba-gqaba ngokufutshane ngamanqaku akula maphephancwadi abangela umdla kwintsimi yenu. Emva koko, cela abaphulaphuli bakhethe umbuzo nesibhalo abanokusisebenzisa xa behambisa IMboniselo. Yenza okufanayo nakuVukani! ukuba ixesha usenalo. Yenza umboniso wendlela anokuhanjiswa ngayo.

Ingoma 63 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share