IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/11 iphe. 4
  • Ucwangciso Lweveki KaDisemba 5

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaDisemba 5
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGODISEMBA 5
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
km 11/11 iphe. 4

Ucwangciso Lweveki KaDisemba 5

IVEKI EQALA NGODISEMBA 5

Ingoma 29 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahlu. 13 ¶17-24 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Isaya 1-5 (10 imiz.)

No. 1: Isaya 3:16–4:6 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Kutheni Sifanele Sihlale Sinemvo Yongxamiseko? (5 imiz.)

No. 3: Ngaba Kuya Kubakho Abaphilayo Emhlabeni Emva Kokuphela Kwenkqubo Yehlabathi Ekhoyo?—rs iphe. 142 ¶1-4 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 111

5 imiz: Izaziso.

10 imiz: Ukuba Ubani Ubuza Isizathu Sokungabhiyozeli IKrismesi. Ingxubusho esekelwe kwincwadi ethi Ukuqiqa, iphepha 152 ukusa kwiphepha 154, isiqendu 3. Yenza umboniso omfutshane.

10 imiz: Iimfuno zebandla.

10 imiz: Lungiselela Xa Usiya Entsimini. Ingxubusho esekelwe kule mibuzo. (1) Uzilungiselela njani ezi nkalo zilandelayo zobulungiseleli: (a) ukushumayela kwindlu ngendlu? (b) amabuyelo? (c) ukushumayela ngokungacwangciswanga? (2) Kutheni sifanele silungiselele ngalo lonke ixesha xa siza kuqhuba isifundo seBhayibhile? (3) Usinceda njani isifundo sakho seBhayibhile ukuze silungiselele? (4) Ukulungiselela kukunceda njani ubunandiphe ngakumbi ubulungiseleli? (5) Kutheni uYehova ekholiswa xa silungiselela intsimi?

Ingoma 101 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share