Ucwangciso Lweveki KaOktobha 8
IVEKI EQALA NGO-OKTOBHA 8
Ingoma 75 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahl. 27 ¶19-26, iibhokisi ezikwiphe. 212, 214, 217 (30 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Daniyeli 7-9 (10 imiz.)
No. 1: Daniyeli 7:13-22 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Ngaba IBhayibhile Ibonisa Ukuba AmaKristu Okwenyaniso Ayeya Kulungelelaniswa?—rs iphe. 270 ¶2-iphe. 271 ¶2 (5 imiz.)
No. 3: Ziziphi Iindlela Anyaniseke Ngazo UYehova?—ISityhi. 15:4; 16:5. 15:4;16:5 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Ukuba Ubani Uthi, ‘Ndixakekile.’ Ingxubusho esekelwe kwincwadi ethi Ukuqiqa, iphepha 19 isiqendu 5 ukusa kwiphepha 20 isiqendu 4. Xubusha ezinye zeendlela zokuphendula ezicetyisiweyo kunye nezinye ezisebenzayo kwintsimi yenu. Yiba nemiboniso emibini emifutshane.
10 imiz: Sifunda Ntoni? Ingxubusho. Funda uMateyu 21:12-16 noLuka 21:1-4. Xubusha izifundo esizifunda kwezi vesi.
10 imiz: “Ngaba Ungathanda Ukushumayela Ngorhatya?” Imibuzo neempendulo. Xa nikwisiqendu sesi-2, cela abaphulaphuli babalise amava abaye bawafumana xa bebeshumayela ngorhatya.
Ingoma 92 Nomthandazo