Ucwangciso Lweveki KaFebruwari 17
IVEKI EQALA NGOFEBRUWARI 17
Ingoma 15 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 3 ¶1-10 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Genesis 29-31 (imiz. 10)
Inte. 1: Genesis 29:21-35 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: Oko Kuya Kuthethwa Luvuko Kuluntu Ngokubanzi—rs iphe. 370 ¶5–iphe. 371 ¶1 (imiz. 5)
Inte. 3: UAbhiyatare—Isenzo Esinye Sokungathembeki Sinokuyicima Yonke Inkonzo Yokuthembeka Kabani— it-1 iphe. 18-19 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Imiz. 10: Shumayela Ngemfudumalo. Ingxubusho esekelwe kwincwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli, iphepha 118, isiqendu 1 ukusa kwiphepha 119, isiqendu 5.
Imiz. 5: Ngaba Uyayisebenzisa Iwebhsayithi Ethi jw.org Entsimini? Ingxubusho. Cela abaphulaphuli babalise amava amnandi okusebenzisa iwebhsayithi yethu entsimini. Khuthaza wonk’ umntu okhoyo ukuba athethe ngale Webhsayithi nanini na ithuba livela.
Imiz 15: “Lonwabele Eli Xesha LeSikhumbuzo!” Imibuzo neempendulo. Cela abo baza kuba ngoovulindlela abangabancedani nakubeni bekhathazwa yimpilo okanye bexakekile, babalise ngendlela abaza kuzitshintsha ngayo iimeko zabo ukuze bafumaneke entsimini. Xa ukwisiqendu 3, cela umveleli wenkonzo athi gqaba-gqaba ngamalungiselelo eengxubusho zentsimi ebudeni bukaMatshi, Aprili, nangoMeyi.
Ingoma 8 Nomthandazo