IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/14 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaNovemba 10

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaNovemba 10
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGONOVEMBA 10
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 11/14 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaNovemba 10

IVEKI EQALA NGONOVEMBA 10

Ingoma 99 Nomthandazo

ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

cl isahl. 15 ¶20-23, ibhokisi ekwiphe. 157 (imiz. 30)

ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Duteronomi 19–22 (imiz. 10)

Inte. 1: Duteronomi 22:20-30 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)

Inte. 2: Indlela Isono Esiluchaphazela Ngayo Ulwalamano Lwethu NoThixo—rs iphe. 243 ¶3–iphe. 244 ¶3 (imiz. 5)

Inte. 3: Adoption (Ukukhulisa Umntwana Ongengowakho)—UYehova Wathabatha Abantu Wabenza Oonyana Bakhe Esebenzisa UKristu Yesu—it-1-E iphe. 51 ¶1-3 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)

Intlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 12

Imiz. 10: Iimfuno zebandla.

Imiz. 20: “Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukuba Nomdla Kumntu Othetha Naye.” Ingxubusho. Emva kokuxubusha inqaku, yenza umboniso oneenxalenye ezimbini. Kowokuqala, bonisa umvakalisi ohambisa incwadi ehanjiswa kule nyanga kodwa engenamdla kumntu athetha naye. Kowesibini, phinda ubonise kwala mvakalisi, kodwa ngoku enomdla kumntu athetha naye.

Ingoma 84 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share