Januwari 7-13
IZENZO 21-22
Ingoma 55 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Makwenzeke Ukuthanda KukaYehova”: (imiz. 10)
IZe 21:8-12—Amanye amaKristu amcenga uPawulos ukuba angenyuki aye eYerusalem ngenxa yento embi eyayiza kwenzeka kuye pha (bt 177-178 ¶15-16)
IZe 21:13—UPawulos wahlala ezimisele ukwenza ukuthanda kukaYehova (bt 178 ¶17)
IZe 21:14—Abazalwana bayeka ukumnqanda emva kokubona ukuba uPawulos akajiki (bt 178 ¶18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IZe 21:23, 24—Kwakutheni ukuze abadala abaseYerusalem bamnike lo myalelo uPawulos nangona amaKristu ayengasekho phantsi koMthetho KaMoses? (bt 184-185 ¶10-12)
IZe 22:16—Zaziza kuhlanjwa njani izono zikaPawulos? (Ingcaciso yebinzana elithi “uhlambe izono zakho ngokubiza egameni lakhe” leZe 22:16)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 21:1-19 (th isifundo 5)a
YIKHUTHALELE INTSIMI
Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Dlala nize nithethe ngevidiyo ethi Intshayelelo Mayibangele Umdla, nize nijonge nesifundo 1 sencwadi ethi Ukufundisa.
Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w10 2/1 13 ¶2-14 ¶2—Umxholo: Ngaba AmaKristu Afanele Ayigcine ISabatha? (th isifundo 5)b
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Safundiswa NguYehova Ukukhulisa Abantwana Bethu”: (imiz. 15) Yidlale nize nithethe ngayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 2 isiqe. 1-8
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 70 Nomthandazo