Januwari 21-27
IZENZO 25-26
Ingoma 73 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UPawulos Ubhenela KuKesare Aze Azithethelele Phambi KukaKumkani UHerode Agripa”: (imiz. 10)
IZe 25:11—UPawulos wasebenzisa ilungelo lakhe lasemthethweni waza wabhenela kuKesare (bt 198 ¶6)
IZe 26:1-3—UPawulos wayithethelela ngobuchule inyaniso phambi kukaKumkani uHerode Agripa (bt 198-201 ¶10-16)
IZe 26:28—Aba namandla kakhulu amazwi kaPawulos kukumkani (bt 202 ¶18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
IZe 26:14—Yintoni imviko? (Ingcaciso yebinzana elithi “ukhaba iimviko” nelithi “iimviko” leZe 26:14)
IZe 26:27—Kwakutheni ukuze uKumkani uAgripa abe sekoneni xa uPawulos embuza ukuba uyakholelwa na kubaprofeti? (w03 11/15 16-17 ¶14)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 25:1-12 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nithethe ngayo.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 2)
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Uze umbonise incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile. (th isifundo 3)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuba Semthethweni Komsebenzi EQuebec”: (imiz. 15) Dlala ividiyo nize nithethe ngayo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 2 isiqe. 15-20 nebhokisi ethi “Amanye Amagama Abizwa Ngawo UYesu Kristu”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 122 Nomthandazo