LEVITIKUS
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
2
3
4
5
Iminikelo eyayifuneka ngenxa yezono ezithile (1-6)
Iminikelo yamahlwempu (7-13)
Umnikelo wetyala ngenxa yezono ezingenziwanga ngabom (14-19)
6
7
Imithetho yeminikelo (1-21)
Akuvumelekanga ukutya amanqatha okanye igazi (22-27)
Izinto ezifunyanwa ngababingeleli (28-36)
Kuthethwa okokugqibela ngeminikelo (37, 38)
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
Intente engcwele, indawo yokubingelela (1-9)
Akuvumelekanga ukutya igazi (10-14)
Imithetho engezilwanyana ezifileyo (15, 16)
18
19
20
Ukunqulwa kukaMoleki; ukuya emagqirheni (1-6)
Yibani ngcwele nize nihloniphe abazali (7-9)
Mababulawe abantu abaziphatha kakubi ngesondo (10-21)
Kufuneka nibe ngcwele ukuze nihlale elizweni (22-26)
Amagqirha makabulawe (27)
21
Ababingeleli mababe ngcwele yaye bacoceke (1-9)
Umbingeleli makangazingcolisi (10-15)
Ababingeleli mabangabi naziphene (16-24)
22
23
24
25
Unyaka weSabatha (1-7)
Unyaka weNkululeko (8-22)
Ukubuyiselwa komhlaba nezindlu (23-34)
Indlela yokuphatha amahlwempu (35-38)
Imithetho ngobukhoboka (39-55)
26
Makungakhonzwa zithixo (1, 2)
Iintsikelelo ngenxa yokuthobela (3-13)
Isohlwayo ngenxa yokungathobeli (14-46)
27
Ukukhululwa kwizifungo (1-27)
Izinto ekunikelwe ngazo kuYehova (28, 29)
Ukukhululwa kwezishumi (30-34)