Iziqulatho
February 8, 2005
Ukufumana Isiqabu Kuxinezeleko!
Iingcali ezininzi zikholelwa ukuba uxinezeleko luyingozi kakhulu ngokwempilo. Ziziphi izinto ezidla ngokubangela uxinezeleko? Funda ngezinye iindlela ezinokukunceda uhlangabezane nalo ngokuphumelelayo.
4 Uxinezeleko—Unobangela Nemiphumo Yalo
7 Unako Ukuhlangabezana Noxinezeleko!
17 Oogqirha Kwihlabathi Elitshintshayo
22 Liyintoni Ikamva Loogqirha?
26 Icell Phone—Ngaba Iluncedo Okanye Iyingozi?
32 Eyona Ncwadi Yolutsha Ixatyisiweyo
Ukunika Abantwana Ingqalelo Abayifunayo 12
Yiyiphi imbopheleleko yabazali ukuze banike abantwana babo ingqalelo abayifunayo?
“UnguGqirha Livingstone, Akunjalo?” 14
Ukudibana kukaStanley noLivingstone kwakungeyonto nje ichukumisayo. Funda ngesizathu sokuba umsebenzi wala madoda waba nemiphumo emihle kangaka.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
From the book Missionary Travels and Researches in South Africa, 1858