Iziqulatho
Oktobha 2007
Khusela Abantwana Bakho!
Njengokuba kukho abantu abaninzi abazingela abantwana abanokubaxhaphaza ngokwesini, abazali bafun’ ukwazi ngendlela abanokubakhusela ngayo abantwana babo. La manqaku alandelayo asenokubanceda.
4 Indlela Onokubakhusela Ngayo Abantwana Bakho
12 AmaIndiya AseBrazil—Ngaba Asecicini Lokuphela?
16 Intlungu Abatyhubela Kuyo Ookrebe
21 Ukusuka Kumandla Ombane Ukusa Ekukhanyeni Kokomoya
22 “Izixhobo Zokutshabalalisa” Kudala Zisaziwa
Basenokubamb’ ongezantsi abantu abaninzi ukwazi ukuba iirozi ezininzi zisuka eKenya. Zilinywa njani?
Abantu abaninzi bakholelwa ukuba izihlobo nezalamane zabo ezafayo zisezulwini. Ithini yon’ iBhayibhile?