IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 2/11 iphe. 28-31
  • Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
  • Vukani!—2011
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Yintoni Engekhoyo Kulo Mfanekiso?
  • Gcinani La Makhadi
  • Abantu Namazwe
  • Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
  • IIMPENDULO ZEMIBUZO EKWIPHEPHA 30 NO-31
  • Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
    Vukani!—2012
  • Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
    Vukani!—2011
  • Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
    Vukani!—2011
  • Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
    Vukani!—2011
Khangela Okunye
Vukani!—2011
g 2/11 iphe. 28-31

Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho

Yintoni Engekhoyo Kulo Mfanekiso?

Funda eye-2 yooKumkani 4:8-10. Emva koko jonga umfanekiso. Ziintoni ezingekhoyo? Bhala iimpendulo zakho kule migca ingezantsi. Dibanisa amachaphaza ukuze ugqibezele lo mfanekiso uze ufakele nombala.

1. ․․․․․

2. ․․․․․

3. ․․․․․

[Umzobo]

(Yiya kwimpapasho)

INTO EKUNOKUNCOKOLWA NGAYO:

Lenza buphi ububele eli bhinqa? Walisikelela njani uYehova ngenxa yobubele elabenzela umprofeti wakhe?

INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Funda eye-2 yooKumkani 4:32-37.

Unokubenzela njani ububele abakhonzi bakaYehova namhlanje?

INKCAZELO ENOKUKUNCEDA: Funda amaRoma 12:13; amaGalati 6:10.

OKUNOKWENZIWA YINTSAPHO:

Elinye ilungu lentsapho linokulinganisa omnye wabantu ekuthethwe ngabo kweli bali leBhayibhile kodwa lithe cwaka. Amanye amalungu entsapho afanele achaze ukuba ngubani lo elizenza yena.

Gcinani La Makhadi

Sika apha, uligobe uze uligcine

IKHADI LEBHAYIBHILE 2 UDANIYELI

IMIBUZO

A. Kwakutheni ukuze uDaniyeli aphoswe emhadini weengonyama?

B. Yayingoobani amagama esiHebhere abahlobo abathathu bakaDaniyeli?

C. UDaniyeli wakhonza ngaphantsi kwabaphi oorhulumente ababini beentlanga?

[Isicangca]

4026 B.C.E. 1 C.E. 98 C.E.

UAdam uyadalwa Waphila malunga Kubhalwa incwadi

nonyaka we-600 B.C.E. yokugqibela

yeBhayibhile

[Imaphu]

Basuswa eYerusalem basiwa eBhabhiloni

Jerusalem

Babylon

UDANIYELI

IMBALI YAKHE

Kusenokwenzeka ukuba wayeyinkosana yesizwe sakwaYuda. Ngumprofeti onyanisekileyo owaphefumlelwa ukuba abhale incwadi yeBhayibhile ebizwa ngegama lakhe. Kusenokwenzeka ukuba uDaniyeli wayekwishumi elivisayo xa yena namanye amalungu asebukhosini nezinye izidwangube zathinjwa nguNebhukadenetsare waza wazisa eBhabhiloni.

IIMPENDULO

A. Wayethandaza kuYehova nangona kwakuthiwe makangayenzi loo nto.—Daniyeli 6:6-17.

B. NguHananiya, uMishayeli noAzariya.—Daniyeli 1:6, 7.

C. KwamaBhabhiloni naMamedi namaPersi.—Daniyeli 5:30; 6:8.

Abantu Namazwe

4. Amagama ethu nguJorge, uNicolas noPriscilian. Sihlala eBelize, ekuMbindi Merika. Mangaphi amaNgqina kaYehova ahlala eBelize? Ngaba angama-600, angama-2 000 okanye angama-3 500?

5. Liliphi ichaphaza elibonisa indawo esihlala kuyo. Yenza isangqa kwindawo ohlala kuyo uze ubone ukuba ukufutshane kangakanani eBelize.

A

B

C

D

Bantwana Khangelani Le Mifanekiso

Ngaba ungayifumana le mifanekiso kweli phephancwadi? Ngamazwi akho, chaza oko kwenzekayo kumfanekiso ngamnye.

● Iimpendulo zemibuzo ekwiphepha 30 nelama-31 zikwiphepha 28

IIMPENDULO ZEMIBUZO EKWIPHEPHA 30 NO-31

1. Isofa.

2. Itafile.

3. Isitulo.

4. 2 000.

5. A.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share