IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 10/12 iphe. 2
  • Izinto Onokuzenza Ukuze Uphumelele Esikolweni

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izinto Onokuzenza Ukuze Uphumelele Esikolweni
  • Vukani!—2012
  • Amanqaku Afanayo
  • Ndingathini Xa Ndingakuthandi Ukuya Esikolweni?
    Ulutsha Luyabuza
  • Isikolo Esiphumelelayo Esisehlabathini Lonke
    Vukani!—1996
  • Ngaba Ndimele Ndisiyeke Isikolo?
    Vukani!—2010
  • Ngaba Ndimele Ndisiyeke Isikolo?
    Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 1
Khangela Okunye
Vukani!—2012
g 10/12 iphe. 2

Izinto Onokuzenza Ukuze Uphumelele Esikolweni

Inkwenkwe ethetha noyise

Yiyiphi indlela osijonga ngayo isikolo kwezi?

  • Siyakruqula okanye siyakhuthaza?

  • Siyatyhafisa okanye siyahlaziya?

  • Sikushiya udidekile okanye sikwenza uvuye?

Yintoni onokuyenza ukuba akusithandi kangako isikolo? Ukuba uyasithanda, unokuphucula njani ukuze wenze bhetele ngakumbi? Siza kusebenzisa iBhayibhile ukuze isincede sifumane izinto ezintlanu esinokuzenza ukuze siphumelele.

Imigaqo emininzi ekuxutyushwa ngayo kolu ngcelele iya kukunceda enoba ufunda kwisikolo sikawonke-wonke, esabucala okanye ufundela ekhaya.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share