IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 1/13 iphe. 16
  • Ubuchule Bokufuduka Bukakhwalimanzi Ongwevu

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ubuchule Bokufuduka Bukakhwalimanzi Ongwevu
  • Vukani!—2013
  • Amanqaku Afanayo
  • Iziqulatho
    Vukani!—2013
  • Indalo Yayenza Kuqala
    Vukani!—2010
  • Okwenzeka Ehlabathini
    Vukani!—2009
  • Indalo Yaba Nayo Kuqala
    Vukani!—2010
Khangela Okunye
Vukani!—2013
g 1/13 iphe. 16

NGABA YADALWA?

Ubuchule Bokufuduka Bukakhwalimanzi Ongwevu

UKUFUDUKA kukakhwalimanzi ongwevu kubakhwankqisa gqitha abantu. Uhambo lwale ntaka oluziikhilomitha ezingama-11,000 lunokuthatha iintsuku ezingaphezu kwezisibhozo.

Khawufan’ ucinge nje: Abaphandi bakholelwa ukuba ezinye iintaka zinento efana nekhampasi ezinceda zazi indlela ezifanele zihambe ngayo. Kusenokwenzeka ukuba ukhwalimanzi yena uncedwa nalilanga emini kunye neenkwenkwezi ebusuku. Kubonakala ngathi le ntaka iyakwazi ukubona xa kusiza uqhwithela olunokuyinceda iqhutywe ngumoya walo. Sekunjalo, iingcali azikayiqondi ncam eyona ndlela zifuduka ngayo ezi ntaka. UBob Gill osisazi-nzulu uthi: “Ndineminyaka engama-20 ndifunda ngezi ntaka, kodwa nangoku zisandishiya ndibamb’ ongezantsi.”

Ucinga Ntoni? Ngaba ubuchule bokufuduka bukakhwalimanzi ongwevu benzeka ngamabona-ndenzile? Okanye ngaba kukho mntu uthile owabenza ngobulumko?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share