Iziqulatho
Juni 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
INQAKU ELINGUMXHOLO: NGABA SITHENGA KAKHULU? 8-11
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
ULUTSHA LUYABUZA . . .
KUTHENI NDIYIXHALABELE KANGAKA INKANGELEKO YAM?
Intombazana egama linguSerena ithi: “Qho xa ndizijonga esipilini ndizibona ndityebe kakhulu kwaye ndinenteshe. Ndikhe ndayeka nokutya kuba ndifuna ukuncipha.” Ukuba akuwuthandi umzimba wakho, yintoni enokukunceda uzijonge kakuhle?
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)