Iziqulatho
Septemba 2013
© 2013 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
Funda indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo imibuzo yabantu abaselula. Nanga amanye amanqaku:
• “Ndenze Ntoni Xa Umntu Esenza Izimbo Zokufuna Ukulala Nam?”
• “Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni”
• “Kuthekani Ukuba Ndiyagula?”
Bukela nemifanekiso yoopopayi “Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe.”
Funda indlela iBhayibhile enokulunceda ngayo ulutsha lujamelane neengxaki ngempumelelo.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)