Intshayelelo
Kuthatha ixesha ukuyeka imikhwa emibi wenze elungileyo, kodwa ngaba imiphumo iyancumisa?
IBhayibhile ithi:
“Kulunge ngakumbi ukuphela kombandela kunokuqalwa kwawo.”—INtshumayeli 7:8.
La manqaku athetha ngemigaqo yeBhayibhile ebonisa indlela abantu abanokuyilawula ngayo imikhwa yabo ukuze bancedakale.