IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ssb ingo. 127
  • Izigidi Ngezigidi Zabazalwana

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izigidi Ngezigidi Zabazalwana
  • Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Amanqaku Afanayo
  • Izigidi Zabazalwana
    ‘Culela UYehova Ngovuyo’
  • Izigidi Zabazalwana
    Culela UYehova
  • Uyeha Wesibini—Imikhosi Yamahashe
    ISityhilelo—Incopho Yaso Ezukileyo Isondele!
  • Ithini IBhayibhile Ngeengelosi?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017
Khangela Okunye
Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
Ssb ingo. 127

INgoma 127

Izigidi Ngezigidi Zabazalwana

(ISityhilelo 7:9)

1. Iz’gidi zabazalwana

Ndiphahliwe zizo;

Ngamnye wazo lingqina

El’nengqibelelo.

Iz’gidi ngezigidi,

Yindimban’ enkulu.

Kwiintlanga ziyamdumisa

UThixo omkhulu.

2. Iz’gidi zabazalwana

Ziveth’ ezimhlophe,

Ziphambi kwetempile

Ukuze zikhonze.

Iz’gidi ngezigidi

Zazisa ngovuyo

Ukuvela kosindiso

KwiMvana noThixo.

3. Iz’gidi zabazalwana

Ziyaz’vakalisa

Iindaba zikaThixo;

Ngoko ziyeviwa.

Kuba zivakalisa,

Zizuz’ intshutshiso;

UKrist’ uzis’ edlelweni

Apho ziphumlayo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share