IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • jd iphe. 96
  • Kholisa UThixo Ngehambo Nangezenzo Zakho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kholisa UThixo Ngehambo Nangezenzo Zakho
  • Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
  • Amanqaku Afanayo
  • Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
    Ubulungiseleli BoBukumkani—2008
  • Siya Kuhamba Egameni LikaYehova Ngonaphakade!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2003
  • Kutheni Sifanele Sicele Amacebiso?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2025
  • Abakhonzi BakaYehova Banethemba Lokwenene
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2003
Khangela Okunye
Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova
jd iphe. 96

Icandelo 3

Kholisa UThixo Ngehambo Nangezenzo Zakho

Ungawuphendula njani umbuzo othi: “Yintoni ayibizayo kuwe uYehova?” (Mika 6:8) Iincwadi zabaprofeti abali-12 ziyakuchaza oku. Njengoko uza kubona kwiSahluko 8 ukusa kwese-10 sale ncwadi, oko bakubhalayo aba baprofeti kunokukunceda ukuba usoloko uthetha inyaniso yaye uphephe ugonyamelo. Kwakhona banikela amacebiso amahle ngokuphathelele ubomi bentsapho, amacebiso asenokuba luncedo nakuwe.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share