IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yp2 iphe. 12-13
  • Isini Esahlukileyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Isini Esahlukileyo
  • Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Amanqaku Afanayo
  • Ndinokuqalisa Nini Ukuthandana?
    Vukani!—2007
  • Ngaba Ndikulungele Ukuthandana?
    Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Ngaba Singabahlobo Nje—Okanye Kukho Into Engaphaya? Inxalenye 2
    Vukani!—2012
  • Yintoni Ephosakeleyo Ngokuncokolisana?
    Vukani!—1992
Khangela Okunye
Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
yp2 iphe. 12-13

Icandelo 1

Isini Esahlukileyo

Ubona umfana nentombazana bebambene ngezandla bethe chu kwiipaseji zasesikolweni. Uvakalelwa njani?

□ Akunamsebenzi naloo nto

□ Uyabawa

□ Uyabamonela

Xa uye kubukela ii-“movie” kunye nabahlobo bakho ufumanisa ukuba bonk’ abanye bahamba ngababini—ngaphandle kwakho! Uvakalelwa njani?

□ Akunamsebenzi naloo nto

□ Akukhululeki

□ Uyabamonela

Umhlobo wakho uthe swii ngumntu wesini esahlukileyo yaye bayathandana. Uvakalelwa njani?

□ Uvuyisana naye

□ Uyammonela

□ Uyakhathazeka

Naphi na apho ujonga khona—esikolweni, ezitratweni nakwiindawo zentengiso—ubona amantombazana ethe chu nabafana. Ngalo lonke ixesha ubabona, unqwenela ukufana nabo, ukuze kuthiwe nawe uyathandana. Kodwa ngaba ukulungele ukuthandana? Ukuba kunjalo unokumfumana njani umntu okufaneleyo? Ukuba ke umfumene loo mntu, ninokuqhubeka njani niziphethe kakuhle? Loo mibuzo iza kuphendulwa kwisahluko 1-5.

[Umfanekiso ozalise iphepha, kwiphepha 12, 13]

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share