Isifundo 5
Ukuba itshomi yakho ikupha isipho okanye ikwenzela into entle, yincumele—okanye uyincumele kabini!
Enoba uphi na okanye wenza ntoni na, ngalibali ukuthi “Enkosi!”
IZINTO ENINOKUZENZA KUNYE
Fundela umntwana wakho:
Cela umntwana akhombe:
Isipho Inkwenkwe
Ucango Ukutya
Khangela izinto ezifihliweyo.
Iapile Ifowuni
Buza umntwana wakho:
Kutheni kubalulekile ukuthi “Enkosi”?
[Umfanekiso okwiphepha 12]
[Umfanekiso okwiphepha 13]
[Umfanekiso okwiphepha 13]
[Umfanekiso okwiphepha 13]