Isifundo 6
Jonga iminwe, ushukumise iinzwane.
Khomba iindlebe emva koko ukhombe impumlo yakho.
Jonga imilenze ekwenza ukwazi ukubaleka, uxhumaxhume uze ujikeleze wenze zonke izinto ezimnandi!
Jonga esipilini, ubona ntoni?
UYehova wenze yonke into yantle kakhulu!
IZINTO ENINOKUZENZA KUNYE
Fundela umntwana wakho:
Cela umntwana akhombe:
Iminwe Iinzwane Impumlo
Iindlebe Umlomo
Khangela izinto ezifihliweyo.
Unonkala Ikati
Buza umntwana wakho:
Ngubani odale wena kunye nam?
[Umfanekiso okwiphepha 14]
[Umfanekiso okwiphepha 15]
[Umfanekiso okwiphepha 15]
[Umfanekiso okwiphepha 16]