IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • lmd isifu. 9
  • Uvelwano

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Uvelwano
  • Bathande Abantu—Yenza Abafundi
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Into Eyenziwa NguYesu
  • Sifunda Ntoni KuYesu?
  • Yenza NjengoYesu
  • Uvelwano—Lusinceda Sibe Nobubele Nemfesane
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2002
  • Zicingele Izifundo Zakho
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Zifake Ezihlangwini Zabantu
    Vukani!—2020
  • “Enosizi”
    ‘Yiba Ngumlandeli Wam’
Khangela Okunye
Bathande Abantu—Yenza Abafundi
lmd isifu. 9

UKUBUYELA

UYesu nabafundi bakhe basuka esikhepheni baya kwisihlwele sabantu esibalinde elunxwemeni.

Marko 6:30-34

ISIFUNDO 9

Uvelwano

Umgaqo: “Vuyani nabantu abavuyayo, nize nilile nabantu abalilayo.”​—Roma 12:15.

Into Eyenziwa NguYesu

UYesu nabafundi bakhe basuka esikhepheni baya kwisihlwele sabantu esibalinde elunxwemeni.

IVIDIYO: UYesu Usizela Isihlwele

1. Bukela IVIDIYO, okanye ufunde uMarko 6:30-34. Emva koko cinga iimpendulo zale mibuzo:

  1. Kwakutheni ukuze uYesu nabapostile bakhe bafune ukuya “kwindawo engenabantu”?

  2. Waqhutywa yintoni uYesu ukuba asifundise eso sihlwele?

Sifunda Ntoni KuYesu?

2. Uvelwano lusenza sibakhathalele abantu, singakhathaleli ukubaxelela iindaba ezilungileyo kuphela.

Yenza NjengoYesu

3. Mamela kakuhle. Mvumele umntu athethe indlela aziva ngayo. Sukumphazamisa okanye ukhawuleze ungayihoyi indlela avakalelwa ngayo, izinto ezimkhathazayo okanye xa ephikisa. Xa ummamelisisa, umenza abone ukuba uyikhathalele indlela acinga ngayo.

4. Cinga ngaye lo mntu onomdla. Cinga ngeencoko esenikhe naba nazo, uze uzibuze:

  1. ‘Kutheni ekudinga ukuva inyaniso?’

  2. ‘Ukufunda iBhayibhile kungamnceda njani aphile ubomi obubhetele ngoku nakwixesha elizayo?’

5. Mfundise izinto ezinceda yena. Ngokukhawuleza kangangoko kunokwenzeka, mbonise indlela isifundo seBhayibhile esinokuyiphendula ngayo imibuzo yakhe nezinto esinokumnceda kuzo.

JONGA NEZI VESI

Roma 10:13, 14; Fil. 2:3, 4; 1 Pet. 3:8

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share