IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp16 No. 5 iphe. 16
  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2016
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?
  • Buza kufika nini obu Bukumkani?
  • UBukumkani bukaThixo
    Vukani!—2013
  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2020
  • Ngaba Ukhona Urhulumente Esinokumthemba Onokulawula Umhlaba?—Ithini IBhayibhile?
    Imixholo Engakumbi
  • Eyona Nyani NgoBukumkani BukaThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2020
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2016
wp16 No. 5 iphe. 16
Ukukhanya okusetroneni esezulwini kuza emhlabeni

Ithini IBhayibhile?

Yintoni UBukumkani BukaThixo?

ABANYE ABANTU BATHI lulawulo lukaThixo olusentliziyweni yomntu; abanye bacinga ukuba yimiphumo yemigudu yabantu yokuzisa uxolo emhlabeni. Uthini wena?

OKO KUTHETHWA YIBHAYIBHILE

“UThixo wezulu uya kumisa ubukumkani obungenakuze bonakaliswe. . . . Buya kuzityumza buziphelise zonke ezi zikumkani.” (Daniyeli 2:44) UBukumkani bukaThixo ngurhulumente wokwenyani.

ENYE INTO ESIYIFUNDA EBHAYIBHILENI

  • UBukumkani bukaThixo bulawula busezulwini.—Mateyu 10:7; Luka 10:9.

  • UThixo usebenzisa uBukumkani ukuze kwenzeke ukuthanda kwakhe ezulwini nasemhlabeni.—Mateyu 6:10.

Buza kufika nini obu Bukumkani?

UBUYA KUTHINI?

  • Akukho mntu waziyo

  • Kungekudala

  • Soze bufike

OKO KUTHETHWA YIBHAYIBHILE

“Ezi ndaba zilungileyo zobukumkani ziya kushunyayelwa kuwo wonke umhlaba omiweyo, kube bubungqina kuzo zonke iintlanga; kwandule ke kufike ukuphela.” (Mateyu 24:14) Xa sele zishunyayelwe ngokupheleleyo, uBukumkani buya kuyiphelisa le nkqubo ingendawo.

ENYE INTO ESIYIFUNDA EBHAYIBHILENI

  • Akakho umntu emhlabeni owaziyo owona mhla buza kufika ngawo uBukumkani bukaThixo.—Mateyu 24:36.

  • Isiprofeto seBhayibhile sibonisa ukuba uBukumkani bukaThixo buza kufika kungekudala.—Mateyu 24:3, 7, 12.

Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi funda isahluko 8 sale ncwadi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?, epapashwe ngamaNgqina kaYehova

Iyafumaneka naku-www.pr2711.com/xh

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share