IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp20 No. 2 iphe. 16
  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2020
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • NANTSI INTO ETHETHWA YIBHAYIBHILE:
  • UBukumkani bukaThixo
    Vukani!—2013
  • Eyona Nyani NgoBukumkani BukaThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2020
  • Yintoni UBukumkani BukaThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2016
  • Oko Kwafundiswa NguYesu NgoBukumkani BukaThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2010
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2020
wp20 No. 2 iphe. 16

Yintoni UBukumkani BukaThixo?

Indoda ifunda iBhayibhile ihleli phambi kwesakhiwo sikarhulumente.

Abantu abaninzi bathandazela ukuba uBukumkani bukaThixo bufike, kodwa wakhe wacinga ukuba buyintoni nokuba buza kwenza ntoni?

NANTSI INTO ETHETHWA YIBHAYIBHILE:

  • Yintoni uBukumkani bukaThixo?

    Ngurhulumente wasezulwini, uKumkani wabo nguYesu Kristu.—Isaya 9:6, 7; Mateyu 5:3; Luka 1:31-33.

  • Buza kwenza ntoni uBukumkani bukaThixo?

    Buza kulitshabalalisa eli hlabathi likhohlakeleyo, buzisele abantu abasemhlabeni uxolo olungapheliyo.—Daniyeli 2:44; Mateyu 6:10.

  • Kuthetha ukuthini ukufuna kuqala uBukumkani?

    Kuthetha ukuxhasa uBukumkani bukaThixo nokuqiniseka ukuba uThixo uza kusebenzisa bona ukuze kwenziwe ukuthanda kwakhe emhlabeni.—Mateyu 6:33; 13:44.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share