IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp19 No. 1 iphe. 16
  • Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • ‘Ukukhathalele’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2019
  • Inyani Ingakunceda
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2020
  • UThixo Uziva Njani Ngezinto Ezibuhlungu Ezikwehlelayo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
  • “Abalulamileyo Baya Kuwudla Ilifa Umhlaba”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2019
wp19 No. 1 iphe. 16

Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo

ABANYE ABANTU BATHI . . .

UThixo akanaxesha lethu, okanye uphakame kakhulu, ungcwele yaye asinakusondela kuye.

ITHINI YONA IBHAYIBHILE?

Ibhinqa elifunda iBhayibhile

“Sondelani kuThixo, naye uya kusondela kuni.”​—Yakobi 4:8.

“Liphoseni kuye lonke ixhala lenu, kuba unikhathalele.”​—1 Petros 5:7.

SINOKUBA NGABO NJANI ABAHLOBO BAKATHIXO?

  • Thetha naye.​—INdumiso 145:18, 19.

  • Mmamele.​—INdumiso 32:8.

  • Yenza izinto athi zenze.​—IMizekeliso 3:5, 6.

  • Unganikezeli.​—Mateyu 7:7, 8.

Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi ngendlela onokuba nguye ngayo umhlobo kaThixo, funda isahluko 1 sale ncwadi ethi Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?, ebhalwe ngamaNgqina KaYehova nefumaneka ku-www.pr2711.com/xh

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share