IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp18 No. 3 iphe. 16
  • UThixo Uziva Njani Ngezinto Ezibuhlungu Ezikwehlelayo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UThixo Uziva Njani Ngezinto Ezibuhlungu Ezikwehlelayo?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • ITHINI YONA IBHAYIBHILE?
  • Ithini IBhayibhile?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017
  • ‘Ukukhathalele’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2019
  • Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2019
  • Ithini IBhayibhile?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
wp18 No. 3 iphe. 16
Abantu bakhangela izinto zabo emva kokuba umlilo utshise yonke imizi yabo

UThixo Uziva Njani Ngezinto Ezibuhlungu Ezikwehlelayo?

Abanye abantu bathi uThixo akaziboni izinto ezibuhlungu kwaye akazikhathalelanga.

ITHINI YONA IBHAYIBHILE?

  • UThixo uyabona futhi uyakhathala

    “UYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni . . . , kwaye yaba buhlungu intliziyo yakhe.”​—Genesis 6:5, 6.

  • UThixo uza kuziphelisa zonke izinto ezibuhlungu

    “Kusele ithutyana, angabikho ongendawo; uya kuyikhangela indawo yakhe, abe engekho. Kodwa abalulamileyo baya kuwudla ilifa umhlaba, baziyolise ngokugqibeleleyo ngobuninzi boxolo.”​—INdumiso 37:10, 11.

  • Oko kucingwa nguThixo ngawe

    “‘Mna ndizazi kakuhle iingcamango endizicingayo ngani,’ utsho uYehova, ‘iingcamango zoxolo, kungekhona ezentlekele, ukuba ndininike ikamva nethemba. Kwaye ngokuqinisekileyo niya kundibiza nize nifike ukuze nithandaze kum, yaye ndiya kuniphulaphula.’”​—Yeremiya 29:11, 12.

    “Sondelani kuThixo, naye uya kusondela kuni.”—Yakobi 4:8.

Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi ngokuba kutheni uThixo evumele izinto ezimbi zenzeke, funda isahluko 11 sencwadi ethi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile? epapashwe ngamaNgqina KaYehova

Iyafumaneka naku-www.pr2711.com/xh​

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share