Iintlanganiso Zenkonzo Yasentsimini
MATSHI 4-10
Umxholo Wencoko
1. Yenza impinda yezibhalo ezisetyenzisiweyo.
2. Uya kuyitshayelela njani incwadi ethi Incopho YeSityhilelo?
MATSHI 11-17
Ukumemela abanye eSikhumbuzweni
1. Ngoobani esifanele sibameme?
2. Zinokusetyenziswa njani ngokunempumelelo izimemo ezishicilelweyo?
MATSHI 18-24
Xa uqhuba izifundo zeBhayibhile
1. Kutheni ufanele ukhuthaze izifundo zeBhayibhile ukuba ziye kwiintlanganiso?
2. Kutheni ufanele maxa wambi umeme abanye abavakalisi ukuba bakupheleke?
MATSHI 25-31
Ukunceda abo bebeze eSikhumbuzweni
1. Kutheni ufanele ufumane amagama neekhelingi zabaqalayo ukuza eSikhumbuzweni?
2. Uya kuziqalisa njani izifundo zeBhayibhile kunye nabo?
3. Yintoni onokuyenza ukuze uqhubeke ubanceda banxulumane rhoqo nebandla?