Iintlanganiso Zenkonzo Yasentsimini
AGASTI 5-11
Ukunikela ubungqina ngeencwadana ezinemifanekiso
1. Kutheni ufanele uphathe ezahlukahlukeneyo?
2. Yintoni eya kukunceda wazi ukuba yiyiphi ofanele uyinikele?
3. Uya kuyinikela njani incwadana enemifanekiso?
AGASTI 12-18
Ukuncedana xa sinikela ubungqina njengeqela
1. Linokusetyenziswa njani ngobulumko ixesha lokusuka kwenye indlu ukuya kwenye?
2. Abantu abahamba kunye banokwabelana njani ekunikeleni ubungqina?
AGASTI 19-25
Zinokuqaliswa njani izifundo zeBhayibhile
1. Ngephecana?
2. Ngencwadana enemifanekiso?
3. Xa kunganikelwanga ncwadi?
AGASTI 26–SEPTEMBA 1
Kutheni ufanele ube
1. Nencwadi Ukuqiqa?
2. Namaphepha engxelo yendlu ngendlu nosiba?
3. Namaphecana awahlukahlukeneyo?