IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 1/02 iphe. 7
  • Imibutho Emitsha Esekiweyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Imibutho Emitsha Esekiweyo
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
  • Amanqaku Afanayo
  • Yintoni IWatch Tower Bible and Tract Society?
    Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza NgamaNgqina KaYehova
  • Ibhokisi Yemibuzo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Isaziso Esikhethekileyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
  • Indlela IQumrhu Elilawulayo Elahluke Ngayo Kumbutho Osemthethweni
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2002
km 1/02 iphe. 7

Imibutho Emitsha Esekiweyo

Inkupho yeMboniselo kaJanuwari 15, 2001, yachaza indlela elungelelanisiweyo amaNgqina kaYehova atyhalela phambili ngayo kumsebenzi woBukumkani emhlabeni wonke. Yachaza nendlela imibutho eyahlukahlukeneyo engokwasemthethweni esetyenziswa ngayo ukusasaza iindaba ezilungileyo. Aba thunywashe okanye imibutho iyafuneka ukuze sizivisisanise nemithetho yasekuhlaleni okanye yelizwe, njengokuba lifuna njalo iLizwi likaThixo. (Roma 13:1) Ngenxa yobukhulu nobubanzi bomsebenzi wethu, iQumrhu Elilawulayo liye lavuma ukuba kusekwe imibutho eyongezelelekileyo ukuze inyamekele iimfuno ezithile zamaNgqina kaYehova eUnited States nakweminye imimandla yehlabathi. EMzantsi Afrika nakwinkoliso yamazwe angabamelwane, besesinayo kakade imibutho enjengale:

Jehovah’s Witnesses of South Africa

Jehovah’s Witnesses Botswana

Lesotho Association of Jehovah’s Witnesses

Jehovah’s Witnesses of Namibia

Swaziland Association of Jehovah’s Witnesses

Le mibutho isebenzisana neWatch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. Kwixa elizayo, inkoliso yeeleta ezithunyelwa emabandleni nakubavakalisi ziza kuba negama lombutho elithi “Jehovah’s Witnesses of South Africa.” Xa nitsalela umnxeba iofisi yasekuhlaleni, lowo uphendulayo uya kuthi, “Jehovah’s Witnesses.” Le ndlela iya kubalaselisa elona gama lethu. Ukusebenzisana kwenu nolu hlengahlengiso lwenziwe liQumrhu Elilawulayo ekuphumezeni isabelo salo sokunyamekela zonke izinto zeNkosi kuya kuxatyiswa kakhulu.—Mat. 24:45-47.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share